Ikliniki enye qha!

Ndinesicelo wethu siyasokola apha eBhisho; kwingingqi yam ikliniki inye kuphela ikwaTyutyu, nalapho isekusitheleni ezantsi kodwa yeyempilo yoluntu. Inye qha njani?

Sifola sincame sijike kuba kuyagcwala sicela ukwakhelwa ikliniki! Noko ayonto inzima leyo khona ukuze kuvuleke namathuba engqesho.- Umhlali, eTyutyu

*Thumela eyakho ileta ku 063 743 9538 ngeSMS okanye Whatsapp