Urhulumente akasihoyanga!

Molweni, ndingumfundi wephepha I’solezwe ndihlala eNgcobo kwindawo ebizwa ngoba kuseNewrest, ayihoywana tu, akukho ndlela, akukho toilet, akukho mbane, kumnyama. Kodwa sivota oko!

– Umhlali, eNgcobo