Kuqeshwa iANC yodwa eNgqushwa!

Ndingumhlali apha eNgqushwa, abaphathi bakwamasipala baqesha abantu beANC nababathandayo; baqeshe ooDriver kodwa izithuba zengqesho zithe “General Worker” – makungakhethwa, nathi silambile!

– Ongafuni kuchazwa, eNgqushwa