Ukudlalela iRangers yinto enkulu kuZungu

Emva kokufumana ithuba elinqabileyo lokudlalela iRangers FC, uBongani Zungu uyibeke yacaca into yokuba akayithathi kancinci lo nto. Kutshanje, uZungu ubhengezwe njengomdlali weRangers – iqela eliphambili eScotland nelaziwayo ebholeni yaseYurophu.