Incwadi eya kuMhleli

Sinxaniwe kwaMadiba! Siwafumana apha amanzi okusela kwilali yaseBaleni kwaMadiba A/A kumhlaba waseMbizana ezantsi eXholobeni phezu kolwandle, khawuzame Solezwe khesifumane impompo noko akuyiyo lena yokusela amanzi anje ngenxa yokuxakwa!

– Sakhise Ngozi, Ward 25