Isaziso

Igama lam ndinguSinazo Gxasheka ndihlala eBhayi. Ndicela uncedo ndifunisa ngosapho lukaMakhulu uMatumelo Johannah Gumenke Smith. Kuvakala ukuba ngowase Matatiele kwilali yakwaMaluti. Umyeni wakhe ongasekhoyo yena igama lakhe nguMaids Caswell Smith from Cittervell wayengumfundisi. Umakhulu yena ugula ngamandla ngoku ucela ilungu losapho lwakhe njengoko ehlala nomzukulwana wakhe yedwa. Umakhulu ukwimeko embi kakhulu sicela uncedo kuba okwangoku useKimberley. Umzukulwana wakhe yena angafumaneka kulo mnxeba: 081 076 6278 (Mpho Nosipho Smith).