Ulutsha luthi lufuna ukuvota

Sivuyile Njikela eMdantsane: “Ndizoku vota nam kuba ndoyikiswa yila nto kuye kuthwe xa ungavotanga * -X wakho okanye igama lakho lizakuwela komnye umbutho, andifuni lo nto, kungcono ndiwuse kulo mbutho ndicinga ukuba uzakwenza utshintsho.”