Wina Amatikiti okuya kumnyhadala weUmtiza eMonti

Thumela nje iSMS okanye uWhatsapp oqala ngo “UMTIZA” ku 063 743 9538 utsho ukuba ubawela ukubukela eziphi iimvumi okanye omphi na umboniso kule:

1. Soweto String Quartet: NgoLwesihlanu, 31 Canzibe – 8pm

2. Umdlalo weqonga ongu “Sophiatown”, 1 eyeSilimela – 1pm

3. Umdlalo wabantwana onemilingo ongu “King of Broken Things”, 1 & 2 eyeSilimela, 10am

4. Umculo weOpera kwi “Bocconcini D’Opera, 1 eyeSilimela, 5pm

Umntu ngamnye ophumeleleyo uyakufumana amatikiti amabini. Zonke iinkqubo ziqhubeka eMonti kule mpelaveki. Qaphela amaxesha. Iinkcukacha ku: www.guildtheatre.co.za/events/umtiza-arts-festival-2019/