Siphangela phantsi kwengcinezelo singabasebenzi bakwagqirha eBhizana. ULabour waseMthatha wafika wathatha izikhalazo akabuya, sicela ukuncedwa asikho registered sibe sineminyaka siphangelela ugqirha.
Asinazo kwa ‘Leave’ ezi, andithethi ngee ‘Day Off’, ooh sicela urhulumente angenelele phantsi kwezi ngxaki.
-Umsebenzi, eBizana
UCavin Johnson usola usompempe ngokuhlazwa kweChiefs izolo