Iqhula loMzantsi Afrika kwiThe Queen!

IQHULA uTumi Morake uzakukhe awubeke ecaleni umnqwazi wakhe wokuhlekisa nanjengoko ezakuthabatha indima entsha kumdlalo kamabonakude.

UMorake uzibandakanya nomdlalo weMzansi Magic iThe Queen.
Kuvakala ukuba uzakudlala indawo kaDolly, umhlobokazi kaHarriet.
UDolly uyamthanda uHarriet nabantwana bakhe, kwaye ubathatha njengabakhe. Kudala waba nesincwaso ngakuBrutus, kwaye akavani noKgosi.
Imin’ inye ngumhla we-9 kwinyanga ezayo yeSilimela kwiMzansi Magic Channel 161.