Iincwadi eziya kuMhleli

Ndingumhlali apha kuloKhala kuGatyana. Rhulumente ngenelela, ooceba balapha batya nje imali kuphela, abawenzi umsebenzi wabo, asinandlela, asinatephu, sisela namahashe, kunzima, ndicela iliso kakhulu kulo ndawo oko bethembisa abenzi.

– Odikiweyo, kuGatyana