Ngomhla wamashumi amabini anesihlanu ananye, imidlalo nolonwabo iza kudlala abantwana.
Kulindeleke iqumrhu lakwa-10 Sports Series lize nemidlalo yombhoxo, umnyazi nomculo.
Konke oku kuza kwenzeka eGrens High School, eMonti, kwaye kulindeleke kubekho nabantu abaninzi abaziwayo kwezemidlalo.
Kubhubhe abakhi abane, konzakala omnye emva kokudilika komhlaba eBallito