*Thumela eyakho incwadi eya kuMhleli ngeSMS 063 743 9538

Mhleli, kunzima ukuba ngunogada, uLabour kunye noPsira balala ngengubo enye ekucinezeleni oonogada. lmali kanogada ibiyiR16,92 / R16,96 kwathiwa inyukile yiR17,81 inyuke ngo R0,85. Siyacela ningenelele!

– Okhathazekileyo, eMonti