Molweni kwi-I’solezwe, sinomcelimngeni kwiiFire Station zethu ezingenamanzi kwaye aziwenzi umsebenzi, zibizwa ngoku kodwa zithathe ixesha ukufika kwaye apho zifike khona zingxolisa iiAlarm. Kunqabe nabasebenzi aba, ndithetha le nto ndiyithethayo nje nantsi nevenkile yethu enkulu apha itshabalele!
– Lunga, eNgqushwa
UMudau noLorch baweze iDowns emdlalweni weNedbank Cup!