Kumabonakude wakho kule veki

Kukho ogalelekayo noza kuthi aphelise ukuqashisela ukuba ngubani uThulani.

UGabisile uva iindaba ezimnandi malunga nezicwangciso zakhe. Ubuxoki bukaSbu bumfaka engxakini.