Bendicela ukubuza aninokwazi ukusinceda? Sinengxaki esinayo njengabafundi bakwaMacadamia Skills Academy.
Senza ilearnership kodwa oko saqalayo zange sakhe sabhataleka kakuhle kwaye sisebenza nzima emasimini.
Ngoku njengokuba iyilockdown bathi abakwazi ukusibhatala.
Umhlola kaJames: Umfundi ufike kwitheko le-matric dance esebhokisini