BUKELA: Utsala neenkabi emasimini uParkies

Utsala neenkabi emasimini umama uThokozile Parkies (65) akavumi kuguga. NgoMvulo, umhla wesi6 kuMeyi 2024 uye wavuna umbona wakhe. Ulima akayeki kwifama iMazanow Carlton eDordrecht, kumhlaba ozihektare ezingamakhulu alithoba anamashumi amathutha, uParkies uvelisa umbona obomvu engenisa imali.

Funda ibali apha: Utsala neenkabi emasimini uParkies.

Bukela ividiyo