*Thumela eyakho ileta ngeSMS okanye ngoWhatsApp ku 063 743 9538

UMkolo uyiNgcibi, inkokeli ephum’ izandla. Phantsi kulawulo oludlulileyo lukaXola Pakati; yehlile iANC. Ngoku umkhonto siwunika uRhudulu, ahlangule iANC eDr WB Rubusana! Tata Mfenyana, Mayatula, yekani uMkolo akhulise amanani ombutho.

-Makaya Tshonyane, eZwelitsha