*Thumela eyakho incwadi eya kuMhleli ngeSMS okanye kuWhatsapp 063 743 9538

Xa ekuthethisa uthi uyakuabhuyuza, uphinde uthandane umkrexezele, xa ekubhaqa ekungomba uyambamba, yena avalelwe aphelelwe ngumsebenzi. Boomama ndiyaninqanda, khanithande abayeni benu ngokuzithoba okukhulu!

– Umfundi, eMdantsane @axn