UMakuliwe makayeke ukulwa

Ndicela uTata uMakuliwe ayeke ukulwa nolwimi lwethu! SiyaDIMBAZA kuvimba, asiphakuli.

– MZIMKHULU MNOTOZA, eRhini