* Ukunatyiswa kwenkqubo yofakelo mbane;
* Ukuqiniswa kwenkqubo yolwakhiwo lwezindlu ngoomasipala;
* Ukwakhiwa kwamadami amatsha futhi kuphuculwe nenkqubo yonikezo lwamanzi;
* Ukucocwa kwezindlu zangasese ezidolophini kwanolwakhiwo lwezindlu zangasese emaphandleni;
* Ukucocwa kweedolophu kwanothutho lwenkunkuma;
* Ukulungiswa rhoqo kweendlela zetha (tar) kwanezo zasemaphandleni (gravel);
* Ukutshintshwa kwemibhobho neziseko ezidala kufakelwe ezitsha;
* Ukukhuselwa kwabantu abangathintweni;
* Ukukhuthaza intatho-nxaxheba yoluntu kwimiba kamasipala;
* Ukuphuculwa kwezakhono kumagosa kamasipala;
* Ukuphuculwa koqoqosho lwasekuhlaleni nokudalwa kwemisebenzi;
* Ukukhuthazwa koosomashishini ukuba baqashe abantu abatsha;
* Ukulwa ubuqhopholo nobuqhetseba kumagosa kamasipala;
* Inkqubo exananazileyo yokulwa ulwaphulo-mthetho ekuhlaleni;
* Ukuphuculwa kwenkqubo yezempilo;
* Imfundo esemgangathweni kumntu wonke.
Kubhubhe abantu kwingozi eyenzeke phakathi kweGcuwa neDutywa!