Mholweni sinengxaki! Sajoyina umasingcwabane ngo-2015 ongenela kwiContainer eseSite C.
Utata wakhona indlu yakhe ikwistrato ekuthiwa yiXola. Ngoku abafumaneki kule Container. Xa ndifowuna bathi umbutho uqhekekile.
– Ocela uncedo, eKapa

IPirates iya phambili kwiNedbank Cup emva kokunyathela iChippa United ekhaya