Ndiyalithanda iphephandaba lenu, liziphaka zishushu!

Ndilifunda yonke imihla. Liyandichaza kwicala leziduko, ndithi xa ndizifunda ndiphawule ukuba abantu bayazalana nyhani.

Nombulelo Sikhulume, Flagstaff

*Ezi zizimvo zabafundi bephepha, ayizozimvo zephephandaba. Ukuba nawe unqwenela ukupapashwa apha kweli khasi ungathumela izimvo zakho ngoWhatsapp ku 063 743 9538 okanye ngembalelwano yombane ku
isibhalo@inl.co.za