IiScholarship zakwa-Allan Gray Orbis Foundation

Ingaba unguVuk’uzenzele womfundi okwibakala lesithandathu? Uyakwazi ukuzenzela izinto nokuzicingela?

Uyakwazi ukukhangela amathuba? Uphupha izinto ezingazange zaphutshwa? Ingaba uyile nto idingwa lilizwe? Kukhangelwa wena, somashishini wekamva. Nali ithuba lokufumana imali yokufunda kuMzantsi Afrika. Abakwa Allan Gray Orbis Foundation bazisa ithuba lokufundisa abafundi bebakala lesithandathu esikolweni.

Kufuneka ntoni?

Kufuneka umfundi ofumana * -70% okanye ngaphezulu kwiziBalo nesiNgesi kwibakala lesihlanu nelesithandathu. Kufuneka ube ungummi waseMzantsi Afrika. Fumana ifomu ku: www.allangrayorbis.org okanye uthumele iSMS ethi “SCHOLAR and your fax number or email address” ku 36777 ukuze bakuthumele ifomu yakho. Le SMS isimahla.

Iinkcukacha ezithe vetshe ungazifumana ku: www.allangrayorbis.org naku www.facebook.com/allangrayorbis –