Uyimbongi?

– Abakwa AVBOB bamisele iwebsite ethi www.avbobpoetry.co.za

– Ivuleleke kubantu boMzantsi Afrika kwilwimi ezilishumi elinanye.

– Isixa mali samakhulu amathathu erandi siyakunikwa abaphumeleleyo.

– Abaphumeleleyo kulwimi ngalunye bayakuwongwa kumsitho oyakuba ngenyanga yoKwindla ngo2018, bayakufumana khona isipho semali.

.Xa sifunyenwe yintlungu, imibongo yenza ukuba sikwazi ukuqhubeka nomsebenzi wabo sibathandayo ngonaphakade, sikwavakalisa ilahleko yethu ngendlela enesidima.

Umhla wokuvala ngowama-30 kweyeNkanga 2017Ngenkcukacha ungatsalela uAnnie Da Silva

Cell: 072 567 5075

Email: annie@etal.co.za